Phakathi kwezinhlupheko kukhon’
ameva ahlabayo
Into engiduduzayo, ucabanga ngami.
Uyacabanga ngami, Nkosi wena
ucabanga ngami.
Mina angesabi lutho, wena Jesu
ucabanga ngami.
Owuqalile umsebenzi uzowufeza
empilweni yami
Nom’ usathane ehlasela,
ngiyamethemb’ owase Calvary.
Msindisi wami wongihola
Obambisisa isandla sami,
Akasoze angidele owangifela Calvary
Category: lyrics Page 1 of 15
Msindisi waboni
Ndisondela Kuwe
Msindisi waboni
Ndizilahla Kuwe
Akukho nalinye
Endilithethayo
Akukho nendawo
Ndizincoma ngayo
Ndibethwa lityala
Lindixhalisile
Umnced’andinaye
Oliphelisayo
Ngoku mina Nkosi
Ndililo ijacu
Ndithwele ihlazo
Lokuba ngumoni
Ndingcolile kanye
Emphefumlweni
Ndiyiyo imfama
Eselusizini
Nakuba ke Nkosi
Ndililo idlavu
Ndiyazi ukuba
Akukundigxotha
Ndibamba amadinga
Owabekileyo
Ndigcine amazwi
Owathethileyo
Akutsho na Nkosi
Ukuthi kuboni
Yizani nisindwa
Yizani nithulwe
Ndingomnye ke mina
Okobo bunzima
Ndingomnye ke mina
Osindwa ngumthwalo
Msindisi waboni
Ndisondela Kuwe
Msindisi waboni
Ndiphephela Kuwe
Msindisi waboni
Ndisondela Kuwe
Msindisi waboni
Ndizilahla Kuwe
Akukho nalinye
Endilithethayo
Akukho nendawo
Ndizincoma ngayo
Ndibethwa lityala
Lindixhalisile
Umnced’andinaye
Oliphelisayo
Ngoku mina Nkosi
Ndililo ijacu
Ndithwele ihlazo
Lokuba ngumoni
Ndingcolile kanye
Emphefumlweni
Ndiyiyo imfama
Eselusizini
Nakuba ke Nkosi
Ndililo idlavu
Ndiyazi ukuba
Akukundigxotha
Ndibamba amadinga
Owabekileyo
Ndigcine amazwi
Owathethileyo
Akutsho na Nkosi
Ukuthi kuboni
Yizani nisindwa
Yizani nithulwe
Ndingomnye ke mina
Okobo bunzima
Ndingomnye ke mina
Osindwa ngumthwalo
Msindisi waboni
Ndisondela Kuwe
Msindisi waboni
Ndiphephela Kuwe
Malibonge, malibongwe, malibongwe, iGama leNkosi
Uphakeme, Uphakeme, Uphakeme, uJesu ‘phakeme
Unamandla, Unamandla, Unamandla, uJesu ‘namandla
Ndenzelwe inceba,
Ndophelwe igazi.
Ukho owandifelayo
Endipha ukolo.
Luxolo oluhle
LweNkos’ uYehova,
Yena ohlel’ etroneni,
Ngoku naphakade.
Kungavel’ umoya,
Kubekh’ isaqhwithi,
Kodw’ uthando luka Yesu
Alungephenduki.
Lona uthando lwam
Ngelunokucima,
Kodwa olwaseGolgotha
Luhlala luvutha.
Ngenxa yezi ndawo,
Ndiyakudel’ okwam,
Kodwa ndithemb’ olo yhando
LweNkosi uYesu.
Nang’uJesu Kristu,
uMsindisi wethu,
wehlel’eAlthareni;
asimdumise.
Asikholwe kuye, uliqiniso,
asithembe kuye, nguBaba wethu.
ESakramenteni, uMzimba wakhe,
ukhona sibili. Asemukele.
Uyakhulekela, abantu bonke,
lathi simdumise, insuku zonke.
Wafik’ukuhlala phakathi kwethu,
asisize sonke, siy’ezulwini
Ngom’sa wakh’ omkhulu, uyosiholela
Embuswen’ wezulu, ngaphesheya;
Nom’ indlela yakhe idin’ umntanakhe,
Iy’ ekhaya lakhe, ngaphesheya.
Ngaphesheya, ngaphesheya,
Siyakuphumula, siyakujabula,
Ngaphesheya, ngaphesheya,
Nza sifik’ ezwen ngaohesheya.
Nom’ usiholela nasehlan’ elibi,
Wosiphumisela ngaphesheya.
‘Mlilo ukhanyiya, nefu lisithisa,
Konke kusiyisa ngaphesheya.
‘Nkosi yamakhosi iyosiholela,
Kwelivam’ inyosi, ngaphesheya.
Siyokudl’ emthini, siphuz’ emanzini,
Sohub’ eNkosini, ngaphesheya
Sesithemba, sithi: Uyosiholela,
Size kwelakithi, ngaphesheya;
‘Jesu wosiphula mhla sowel’ umfula,
Khona sizocula, ngaphesheya
Nkosi, sihlangene,
Kuyo indlu yaKho;
Yiza naWe, se singene
Ebusweni baKho.
Intliziyo zethu
Ziya kugulela;
Kwa nemiphefumlo yethu
Iya kukhangela.
Ubuncoko baKho,
Bawo, ma sibuve;
Lakutyhilwa izwi laKho,
NaWe ma sikuve.
Ma usilungise
Thina bantu baKho;
Sakububa, singenise
Ezulwini laKho.
Ntate nthuse, (God help me)
Le nna kea rata Ho bona manyeloi, (I would love to see the Angels)
Thabeng ea Sione, Le bahalaledi, (Together with the Saints, on the mountain of Zion)
(Repeat)
Ha e duma ya tsamaya, Koloi ea Elijah (When It’s time, for Elijah’s chariot to leave)
Ha e duma ya tsamaea, Koloi ea Elijah (When It’s time, for Elijah’s chariot to leave)
(Repeat)
Nkosi Thixo ufihliwe
Noko ndikugulelayo
Akubonakalisiwe
Kumi noko ndifunayo
Ndinezono okunene
Ndinetyala phambi kwaKho
Ndandinobumene-mene
Noko ndandinezwi laKho
Intliziyo yamangala
Yanekratji elikhulu
Oko wandibiza, ndala
Ndandizenza isithulu
Ma ungandilahli mina
Noko ndenje njalo kuWe
Ndothini na,ndoya phi na?
Xa ndilahliweyo nguWe
Taru! Nkosi ndikonile
Be ndidela izwi laKho
Umphefumlo wam uwile
Taru! ngobubele baKho. Amen