AbaThembu

AbaThembu

  • NjengamaMpondo abaThembu lolunye uhlanga eTranskei olunobukhosi balo. Njengoko sele sithethe kwavokotheka ngokubaluleka kwesiduko kwimidaka yakowethu, naseBathenjini ke kunjalo. Isiduko sabaThembu sithi ‘Madiba’.
  • Lukhulu ke usapho lwakwamaDiba. abantu abaninzi kwihlabathi lonke jikelele, bacinga okokuba xa kusithiwa ‘Madiba’ kubizwa igama likaRholihlahla. Hayi khona! ubizwa ngesiduko xa ebizwa ngokuba nguMadiba. Baninzi ke ooMadiba, nto nje baneefani ezahlukeneyo.
  • Nantsi imizekelo; abanefani ethi ‘Mathanzima’, Dalindyebo, Mthikrakra, Joyi, Nelson Mandela, Walter Sisulu nezinye iifani, isiduko sabo bonke sithi ‘Madiba’. AbaThembu bohluke kubini: Abathembu baseRhode, nabaThembu base… Makhe sinike imbali yabantu bakwamaDiba ngokwahlukana ngokweefani zabo.

Masoka Clan Names

Iziduko: Masoka

nkumbuzo,

nzimane,

dedeza,

mzimkhulu,

rhoyi,

masoka,

tanzi,

mkhelemba,

nontshiyi,

ndima,

Nhleko Clan Names

Nhleko Clan Names

Nhleko

Mgilitsha!

Nyanganduna!

Masomane!

Ngubo yengwe neyengonyama

Mbambo zenyathi

Malinga!

Owalinga izinkomo zenkosi

Mancwanga!

Nyawo zimhlophe.

AmaFengu | Fengu people brief history

Fengu history

The name amaFengu translates as “wanderers” and the Fengu people – like the Bhaca, Bhele, Hlubi and Dlamini peoples – was formed from the tribes that were broken up and dispersed by Shaka and his Zulu armies in the Mfecane wars. Most of them fled westwards and settled amongst the Xhosa.

Cirha Clan Names | Iziduko Cirha

Cirha,

Ncibane,

Nojaholo,

Ntswentswe,

Qhanqolo!

Sihlobo SikaPhalo,

Hloml’phuthu lidala lineempondo,

Ghabha ka ntsikana,

Nyembezana,

Mgcaleka,

Mhlantla!

Cethe Clan Names

Cethe Clan Praises | Iziduko zakwa Cethe

Cethe:

Chizama,

Bhurhuma,

Ncenceza,

Mlowa,

Mbambozinomongo,

Tyinyamikrwada,

Mlanjana,

Njoloza,

Ngcoko

Bomvana Clan Names

Iziduko zakwa Bomvana:

Njilo,

Dubandlela,

Mgweda,

Mganu,

Msila,

Mcupe!

Ump’omdaka ka Nomatwela, Khonzaphi, Thunywa,

Nditye, Gquma ne sende,

Tshemese,

Dala!

Bhuku Clan Names

Iziduko zakwa Bhuku

Bhuku:

Sinqasha,

Nkamangane,

Mbhamla,

Mfazi obele lide oncancisela ngaphesheya komfula,

iingonyama ezigqumela ngaphakathi ngokuthanda isizwe sama Xesibe

Bhisha Clan Names

Iziduko zakwa Bhisha:

Ntambo,

Gaba!

Xho’ndlovu,

Mvundl’olubhelu,

Gogoba!

Gantsa,

Zotsho,

Bathi Nonyawana zincinane kanti zi !

Debeza Clan Names

Iziduko zakwa Debeza

Debeza:

Jebe,

Nonyanya,

Nongoqo,

Mbeka ntshiyini bathi uqumbile,

Khonkcoshe mbokodo engava mkwetsho

Page 25 of 196

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: